IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • Marko 9:12
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 12 Wathi kubo: “UEliya ufika kuqala, abuyisele zonke izinto;+ kodwa kwenzeka njani ukuba kubhalwe ngokuphathelele uNyana womntu ukuba umele eve iimbandezelo ezininzi+ aze aphathwe njengongabalelwa ntweni?+

  • Yohane 1:10
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 10 Wayesehlabathini,+ yaye ihlabathi labakho ngaye,+ kodwa ihlabathi alizange limazi.

  • Yohane 18:40
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 40 Ngoko bakhwaza kwakhona, besithi: “Mayingabi ngulo mntu, kodwa uBharabhas!” UBharabhas lo ke wayengumphangi.+

  • Yohane 19:5
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 5 Ngako oko uYesu waphuma phandle, enxibe isithsaba sameva nesambatho sangaphezulu esimfusa. Wathi kubo: “Khangelani! Umntu!”

  • 1 Petros 2:4
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 4 Njengoko nisiza kuye njengakwilitye eliphilayo,+ eligatywayo,+ enyanisweni, ngabantu,+ kodwa elinyuliweyo nelixabisekileyo kuThixo,+

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share