Mateyu 20:28 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 28 Kanye njengokuba uNyana womntu weza, kungekhona ukuze alungiselelwe, kodwa ukuze alungiselele+ nokuze anikele ngomphefumlo wakhe ube yintlawulelo ngenxa yabaninzi.”+ Roma 5:6 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 6 Kuba, eneneni, uKristu, wathi ngoxa sasisebuthathaka,+ wabafela abantu abangenabuthixo ngexesha elimiselweyo.+ Roma 5:19 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 19 Kuba kanye njengokuba ngokungathobeli komntu omnye abaninzi+ benziwa aboni, ngokunjalo kwanangentobelo+ yomntu omnye abaninzi+ baya kwenziwa amalungisa.+
28 Kanye njengokuba uNyana womntu weza, kungekhona ukuze alungiselelwe, kodwa ukuze alungiselele+ nokuze anikele ngomphefumlo wakhe ube yintlawulelo ngenxa yabaninzi.”+
6 Kuba, eneneni, uKristu, wathi ngoxa sasisebuthathaka,+ wabafela abantu abangenabuthixo ngexesha elimiselweyo.+
19 Kuba kanye njengokuba ngokungathobeli komntu omnye abaninzi+ benziwa aboni, ngokunjalo kwanangentobelo+ yomntu omnye abaninzi+ baya kwenziwa amalungisa.+