Yohane 1:29 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 29 Ngemini elandelayo wabona uYesu esiza ngakuye, waza wathi: “Yabonani, iMvana+ kaThixo esusa isono+ sehlabathi!+ 1 Korinte 5:7 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 7 Lisuseni igwele elidala, ukuze nibe yintlama entsha,+ kanye njengoko nikhululekile egweleni. Kuba, eneneni, uKristu+ ipasika+ yethu ubingelelwe.+
29 Ngemini elandelayo wabona uYesu esiza ngakuye, waza wathi: “Yabonani, iMvana+ kaThixo esusa isono+ sehlabathi!+
7 Lisuseni igwele elidala, ukuze nibe yintlama entsha,+ kanye njengoko nikhululekile egweleni. Kuba, eneneni, uKristu+ ipasika+ yethu ubingelelwe.+