Genesis 3:15 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 15 Yaye ndiya+ kubeka ubutshaba+ phakathi kwakho+ nomfazi+ naphakathi kwembewu yakho+ nembewu yakhe.+ Yona+ iya kukutyumza+ intloko+ uze wena+ uyityumze+ isithende.”+ Luka 2:34 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 34 USimeyon wabasikelela, kodwa wathi kuMariya unina: “Khangela! Lo ubekelwe ukuwa+ nokuvuka kwabaninzi kwaSirayeli+ nokuba ngumqondiso ochasiweyo+
15 Yaye ndiya+ kubeka ubutshaba+ phakathi kwakho+ nomfazi+ naphakathi kwembewu yakho+ nembewu yakhe.+ Yona+ iya kukutyumza+ intloko+ uze wena+ uyityumze+ isithende.”+
34 USimeyon wabasikelela, kodwa wathi kuMariya unina: “Khangela! Lo ubekelwe ukuwa+ nokuvuka kwabaninzi kwaSirayeli+ nokuba ngumqondiso ochasiweyo+