Yohane 4:34 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 34 UYesu wathi kubo: “Okwam ukutya+ kukuba ndenze ukuthanda+ kondithumileyo nokuba ndiwugqibe umsebenzi wakhe.+ Roma 8:31 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 31 Sithini na, ke ngoko, kwezi zinto? Ukuba uThixo ungakuthi, ngubani na oya kuba nxamnye nathi?+
34 UYesu wathi kubo: “Okwam ukutya+ kukuba ndenze ukuthanda+ kondithumileyo nokuba ndiwugqibe umsebenzi wakhe.+