Roma 8:34 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 34 Ngubani na ke oya kugwebela isohlwayo? UKristu Yesu ngulowo wafayo, ewe, enyanisweni lowo wavuswayo kwabafileyo, okwisandla sasekunene+ sikaThixo, nosibongozelayo.+ Hebhere 7:25 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 25 Ngenxa yoko uyakwazi kwanokubasindisa ngokupheleleyo abo basondela kuThixo ngaye, ngenxa yokuba usoloko ephila ukuze ababongozele.+ Hebhere 9:26 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 26 Kungenjalo, bekuya kufuneka abandezeleke ngokufuthi ukususela ekusekweni+ kwehlabathi. Kodwa ngoku uzibonakalise+ kwaba kanye+ ekuphelisweni kweenkqubo zezinto+ ukuze asisuse isono ngombingelelo wakhe siqu.+ 1 Yohane 2:1 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 2 Bantwana bam abancinane, ndinibhalela ezi zinto ukuze ningenzi sono.+ Ukanti, ukuba nabani na uthi enze isono, sinaye umncedi+ kuBawo, uYesu Kristu, lowo ulilungisa.+
34 Ngubani na ke oya kugwebela isohlwayo? UKristu Yesu ngulowo wafayo, ewe, enyanisweni lowo wavuswayo kwabafileyo, okwisandla sasekunene+ sikaThixo, nosibongozelayo.+
25 Ngenxa yoko uyakwazi kwanokubasindisa ngokupheleleyo abo basondela kuThixo ngaye, ngenxa yokuba usoloko ephila ukuze ababongozele.+
26 Kungenjalo, bekuya kufuneka abandezeleke ngokufuthi ukususela ekusekweni+ kwehlabathi. Kodwa ngoku uzibonakalise+ kwaba kanye+ ekuphelisweni kweenkqubo zezinto+ ukuze asisuse isono ngombingelelo wakhe siqu.+
2 Bantwana bam abancinane, ndinibhalela ezi zinto ukuze ningenzi sono.+ Ukanti, ukuba nabani na uthi enze isono, sinaye umncedi+ kuBawo, uYesu Kristu, lowo ulilungisa.+