IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • Genesis 3:15
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 15 Yaye ndiya+ kubeka ubutshaba+ phakathi kwakho+ nomfazi+ naphakathi kwembewu yakho+ nembewu yakhe.+ Yona+ iya kukutyumza+ intloko+ uze wena+ uyityumze+ isithende.”+

  • Isaya 62:4
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 4 Akuyi kuba sathiwa kuwe ungumfazi oshiywe ngokupheleleyo;+ nelizwe lakho akuyi kuba sathiwa liphanzile;+ kodwa wena uya kubizwa ngokuthi Oluyolo Lwam Lukuye,+ nelizwe lakho ngokuthi nguMfazi onoMnini wakhe. Kuba uYehova uya kube eyoliswa nguwe, nelizwe lakho liya kuba lelomnini othile njengomfazi.+

  • Galati 4:27
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 27 Kuba kubhaliwe kwathiwa: “Chulumanca, mfazindini oludlolo ongazaliyo; gqabhuka uze udanduluke kakhulu, wena mfazi ungenanimba; kuba baninzi ngakumbi abantwana bomfazi ongenabani kunabo balowo unendoda.”+

  • ISityhilelo 12:1
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 12 Yaye kwabonakala umqondiso omkhulu+ ezulwini, umfazi+ evathiswe ngelanga, inyanga ingaphantsi kweenyawo zakhe, entloko kuye isisithsaba seenkwenkwezi ezilishumi elinesibini,

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share