Yeremiya 31:19 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 19 Kuba emva kokubuya kwam ndazisola;+ emva kokwaziswa kwam ndazimpakaza ethangeni.+ Ndaba neentloni, ndaziva ndithotyiwe,+ kuba ndandithwele ungcikivo lobutsha bam.’”+ Hezekile 16:22 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 22 Yaye kuzo zonke izinto zakho ezicekisekayo nakwizenzo zakho zobunongogo akuyikhumbulanga imihla yobutsha bakho xa wawuhamba ze kwaye unganxibanga, ugqushagqusha egazini.+ Hezekile 16:60 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 60 Yaye mna, mna kanye, ndiya kuwukhumbula umnqophiso wam nawe ngemihla yobutsha bakho,+ ndize ndikumisele umnqophiso ohlala ngokungenammiselo.+
19 Kuba emva kokubuya kwam ndazisola;+ emva kokwaziswa kwam ndazimpakaza ethangeni.+ Ndaba neentloni, ndaziva ndithotyiwe,+ kuba ndandithwele ungcikivo lobutsha bam.’”+
22 Yaye kuzo zonke izinto zakho ezicekisekayo nakwizenzo zakho zobunongogo akuyikhumbulanga imihla yobutsha bakho xa wawuhamba ze kwaye unganxibanga, ugqushagqusha egazini.+
60 Yaye mna, mna kanye, ndiya kuwukhumbula umnqophiso wam nawe ngemihla yobutsha bakho,+ ndize ndikumisele umnqophiso ohlala ngokungenammiselo.+