Isaya 48:2 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 2 Kuba bazibize ngokuba ngabesixeko esingcwele,+ yaye bazixhase+ ngoTHIXO kaSirayeli, ogama lakhe linguYehova wemikhosi.+ Yeremiya 10:16 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 16 Lowo usiSabelo sikaYakobi+ akafani nezi zinto, kuba unguMyili wayo yonk’ into,+ kwaye uSirayeli ungumsimelelo welifa lakhe.+ Igama lakhe nguYehova wemikhosi.+
2 Kuba bazibize ngokuba ngabesixeko esingcwele,+ yaye bazixhase+ ngoTHIXO kaSirayeli, ogama lakhe linguYehova wemikhosi.+
16 Lowo usiSabelo sikaYakobi+ akafani nezi zinto, kuba unguMyili wayo yonk’ into,+ kwaye uSirayeli ungumsimelelo welifa lakhe.+ Igama lakhe nguYehova wemikhosi.+