Genesis 7:23 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 23 Ngoko wasusa yonke into ekhoyo phezu komhlaba, kwathabathela ebantwini kwesa kwizilo, kwizinambuzane nakwizidalwa eziphaphazelayo zasemazulwini, zasuswa kwathi tu emhlabeni;+ kwasinda uNowa kunye nabo babekunye naye emkhombeni kuphela.+
23 Ngoko wasusa yonke into ekhoyo phezu komhlaba, kwathabathela ebantwini kwesa kwizilo, kwizinambuzane nakwizidalwa eziphaphazelayo zasemazulwini, zasuswa kwathi tu emhlabeni;+ kwasinda uNowa kunye nabo babekunye naye emkhombeni kuphela.+