IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • 1 Kumkani 5:17
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 17 Ngako oko ukumkani wayalela ukuba bembe amatye amakhulu, amatye axabiso likhulu,+ ukuze babeke isiseko+ sendlu esinamatye aqingqiweyo.+

  • 1 Kronike 29:2
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 2 Ngamandla am onke+ ndiyilungiselele+ indlu kaThixo wam igolide+ yomsebenzi wegolide, nesilivere yomsebenzi wesilivere, nobhedu lomsebenzi wobhedu, nentsimbi+ yomsebenzi wentsimbi, namaplanga omsebenzi wamaplanga;+ neanikis+ yamatye, amelwe afakwe kudaka oluqinileyo, neengqalutye, nawo onke amatye axabisekileyo, namatye ealabhasta amaninzi kakhulu.

  • Efese 2:20
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 20 yaye nakhelwe phezu kwesiseko+ sabapostile+ nabaprofeti,+ ngoxa uKristu Yesu ngokwakhe elilitye lembombo lesiseko.+

  • 1 Petros 2:5
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 5 nani ke niyakhiwa njengamatye aphilayo, ukuze nibe yindlu yokomoya+ ngenjongo yobubingeleli obungcwele, ukuba ninikele imibingelelo yokomoya+ eyamkelekileyo kuThixo ngoYesu Kristu.+

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share