Isaya 44:12 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 12 Umkroli wentsimbi onenkxola uyisebenza ngamalahle; ayibumbe ngezando, nangengalo yakhe enamandla.+ Uthi ke alambe, aphelelwe ngamandla. Anxanwe, adinwe.
12 Umkroli wentsimbi onenkxola uyisebenza ngamalahle; ayibumbe ngezando, nangengalo yakhe enamandla.+ Uthi ke alambe, aphelelwe ngamandla. Anxanwe, adinwe.