INdumiso 36:8 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 8 Basela banele ukutyeba kwendlu yakho;+Yaye ubabangela basele umsinga weziyolo zakho.+ INdumiso 63:5 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 5 Njengoko umphefumlo wam usaneliswa yeyona nxalenye ilungileyo, kwanakukutyeba,+Nangemilebe ephuma intswahla yemivuyo umlomo wam unikela indumiso.+ Mateyu 22:4 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 4 Kwakhona wathumela amanye amakhoboka,+ esithi, ‘Xelelani abo bamenyiweyo nithi: “Khangelani! Ndilungise isidlo sam,+ iinkunzi zam zeenkomo nezilwanyana ezityetyisiweyo zixheliwe, yaye zonke izinto zilungile. Yizani kwitheko lomtshato.”’+
5 Njengoko umphefumlo wam usaneliswa yeyona nxalenye ilungileyo, kwanakukutyeba,+Nangemilebe ephuma intswahla yemivuyo umlomo wam unikela indumiso.+
4 Kwakhona wathumela amanye amakhoboka,+ esithi, ‘Xelelani abo bamenyiweyo nithi: “Khangelani! Ndilungise isidlo sam,+ iinkunzi zam zeenkomo nezilwanyana ezityetyisiweyo zixheliwe, yaye zonke izinto zilungile. Yizani kwitheko lomtshato.”’+