37 Ngoko ke uPilato wathi kuye: “Ke, ngoko, unguye na ukumkani?” UYesu waphendula wathi: “Nawe ngokwakho uthi ndingukumkani.+ Ndizalelwe oku, yaye ndizele oku ehlabathini, ukuze ndiyingqinele inyaniso.+ Wonk’ ubani ongakwicala lenyaniso+ uyaliphulaphula ilizwi lam.”+