Isaya 46:13 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 13 Ndibusondezile ubulungisa bam.+ Abukho kude,+ nosindiso lwam aluyi kulibala.+ Yaye ndiya kunikela usindiso eZiyon, kuSirayeli ubuhle bam.”+ Roma 1:17 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 17 kuba kuzo kutyhilwa ubulungisa bukaThixo+ ngenxa yokholo+ kuse elukholweni, kanye njengoko kubhaliwe kwathiwa: “Kodwa lowo ulilungisa—uya kuphila ngokholo.”+
13 Ndibusondezile ubulungisa bam.+ Abukho kude,+ nosindiso lwam aluyi kulibala.+ Yaye ndiya kunikela usindiso eZiyon, kuSirayeli ubuhle bam.”+
17 kuba kuzo kutyhilwa ubulungisa bukaThixo+ ngenxa yokholo+ kuse elukholweni, kanye njengoko kubhaliwe kwathiwa: “Kodwa lowo ulilungisa—uya kuphila ngokholo.”+