IMizekeliso 6:10 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 10 Ngenxa yentwana engakumbi yobuthongo, intwana engakumbi yokozela, intwana engakumbi yokusonga izandla uze ulale,+ Marko 13:36 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 36 ukuze xa ifika ngequbuliso, inganifumani nilele.+
10 Ngenxa yentwana engakumbi yobuthongo, intwana engakumbi yokozela, intwana engakumbi yokusonga izandla uze ulale,+