16 Kuba yabona, ndivusa umalusi elizweni.+ Akayi kunikela ngqalelo kwizimvu ezitshayelwayo.+ Itakane akayi kulifuna, engayi kuziphilisa nezimvu ezaphukileyo.+ Nemileyo akayi kuyibonelela ngokutya,+ nenyama yetyebileyo uya kuyidla, izimvu ezo uya kuziqhawula iimpuphu.+