IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • 2 Kronike 36:16
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 16 Kodwa baqhubeka bebagculela+ abathunywa bakaTHIXO oyinyaniso bewadelela amazwi akhe+ bebenza intlekisa+ abaprofeti bakhe, de wafika umsindo+ kaYehova nxamnye nabantu bakhe, kwada akwabakho kuphiliswa.+

  • Isaya 42:25
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 25 Waqhubeka ke Yena ephalazela kuye ubushushu, umsindo wakhe, namandla emfazwe.+ Kwaye baqhubeka bemdla macala onke,+ kodwa akazange aphawule;+ baqhubeka bemtshisa, kodwa engakubekeli ntliziyo oko.+

  • Malaki 2:2
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 2 Ukuba aniyi kuphulaphula,+ yaye ukuba aniyi kukubeka entliziyweni yenu+ ukunika igama lam uzuko,”+ utsho uYehova wemikhosi, “ngokuqinisekileyo ndiya kuthumela kuni isiqalekiso,+ kwaye ndiza kuziqalekisa iintsikelelo zenu.+ Ewe, nentsikelelo ndiyiqalekisile, ngenxa yokuba anikubeki entliziyweni oku.”

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share