Isaya 1:29 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 29 Kuba baya kuba neentloni ngemithi emikhulu kakhulu leyo nayinqwenelayo,+ yaye niya kudana ngenxa yemiyezo eniyinyulileyo.+
29 Kuba baya kuba neentloni ngemithi emikhulu kakhulu leyo nayinqwenelayo,+ yaye niya kudana ngenxa yemiyezo eniyinyulileyo.+