2 Kumkani 16:3 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 3 Wahamba ngendlela yookumkani bakwaSirayeli,+ wadlulisa nonyana wakhe emlilweni,+ ngokuvumelana nezinto ezicekisekayo+ zeentlanga ezo uYehova wazigxothayo ngenxa yoonyana bakaSirayeli. Yeremiya 7:31 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 31 Kwaye bazakhile iindawo eziphakamileyo zaseTofete,+ esentlanjeni yoonyana bakaHinom,+ ukuze batshise oonyana babo neentombi zabo emlilweni,+ nto leyo ndingabayalelanga yona nengathanga qatha entliziyweni yam.’+
3 Wahamba ngendlela yookumkani bakwaSirayeli,+ wadlulisa nonyana wakhe emlilweni,+ ngokuvumelana nezinto ezicekisekayo+ zeentlanga ezo uYehova wazigxothayo ngenxa yoonyana bakaSirayeli.
31 Kwaye bazakhile iindawo eziphakamileyo zaseTofete,+ esentlanjeni yoonyana bakaHinom,+ ukuze batshise oonyana babo neentombi zabo emlilweni,+ nto leyo ndingabayalelanga yona nengathanga qatha entliziyweni yam.’+