Roma 11:7 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 7 Kuthekeni, ke ngoko? Yona kanye into uSirayeli ayifuna ngokunyamekileyo akazange ayizuze,+ kodwa abo banyuliweyo+ bayizuza. Abanye baye benziwa buthuntu iingqiqo zabo;+
7 Kuthekeni, ke ngoko? Yona kanye into uSirayeli ayifuna ngokunyamekileyo akazange ayizuze,+ kodwa abo banyuliweyo+ bayizuza. Abanye baye benziwa buthuntu iingqiqo zabo;+