INdumiso 50:21 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 21 Ezi zinto uzenzile, ndaza ndathi cwaka.+Ubucinga ukuba ndiya kuba njengawe ngokuqinisekileyo.+Ndiza kukohlwaya,+ yaye izinto ndiya kuzimisa ngolungelelwano phambi kwamehlo akho.+
21 Ezi zinto uzenzile, ndaza ndathi cwaka.+Ubucinga ukuba ndiya kuba njengawe ngokuqinisekileyo.+Ndiza kukohlwaya,+ yaye izinto ndiya kuzimisa ngolungelelwano phambi kwamehlo akho.+