Zekariya 7:5 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 5 “Thetha kubo bonke abantu belizwe nakubo ababingeleli uthi, ‘Ekuzileni kwenu ukutya+ nasekulileni ngenyanga yesihlanu nangenyanga yesixhenxe,+ le minyaka ingamashumi asixhenxe,+ ngaba ngokwenene nanizilela mna na, mna kanye na?+ Malaki 3:14 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 14 “Nithe, ‘Akunaxabiso ukukhonza uThixo.+ Yaye kube nayiphi ingenelo ukugcina kwethu imfanelo yakhe, nokuhamba kwethu sidakumbile ngenxa kaYehova wemikhosi?+
5 “Thetha kubo bonke abantu belizwe nakubo ababingeleli uthi, ‘Ekuzileni kwenu ukutya+ nasekulileni ngenyanga yesihlanu nangenyanga yesixhenxe,+ le minyaka ingamashumi asixhenxe,+ ngaba ngokwenene nanizilela mna na, mna kanye na?+
14 “Nithe, ‘Akunaxabiso ukukhonza uThixo.+ Yaye kube nayiphi ingenelo ukugcina kwethu imfanelo yakhe, nokuhamba kwethu sidakumbile ngenxa kaYehova wemikhosi?+