Mateyu 3:7 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 7 Xa wabona abaninzi babaFarisi nabaSadusi+ besiza elubhaptizweni, wathi kubo: “Nzalandini yamarhamba,+ ngubani na onicebisileyo ukuba niyisabe ingqumbo ezayo?+ Mateyu 12:34 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 34 Nzalandini yamarhamba,+ ningathini na ukuthetha izinto ezilungileyo, ningabangendawo nje?+ Kuba umlomo uthetha ngokuphuphuma kwentliziyo.+ Mateyu 23:33 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 33 “Zinyokandini, nzalandini yamarhamba,+ niza kuwusaba njani umgwebo weGehena?+
7 Xa wabona abaninzi babaFarisi nabaSadusi+ besiza elubhaptizweni, wathi kubo: “Nzalandini yamarhamba,+ ngubani na onicebisileyo ukuba niyisabe ingqumbo ezayo?+
34 Nzalandini yamarhamba,+ ningathini na ukuthetha izinto ezilungileyo, ningabangendawo nje?+ Kuba umlomo uthetha ngokuphuphuma kwentliziyo.+