IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • Isaya 1:5
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 5 Niya kuphinda nibethwe phi kwakhona,+ ekubeni nisongeza imvukelo engakumbi?+ Intloko iphela ikwimeko yokugula, nentliziyo yonke ibuthathaka.+

  • Hezekile 5:6
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 6 Kwaye yaziphatha ngemvukelo nangobungendawo nxamnye nezigwebo zam ngaphezu kweentlanga,+ nemimiselo yam ngaphezu kwamazwe onke awayeyijikelezile, kuba izigwebo zam bazigatyile baza, ke yona imimiselo yam, abahamba kuyo.’+

  • 1 Tesalonika 2:15
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 15 lawo ayibulalayo iNkosi uYesu+ nabaprofeti+ aza asitshutshisa nathi.+ Ngapha koko, akamkholisi uThixo, kodwa anxamnye nezilangazelelo zabantu bonke,

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share