Ezra 9:13 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 13 Yaye emva kwako konke oku kusifikeleyo ngenxa yezenzo zethu ezibi+ nokuba netyala elikhulu kwethu—kuba wena,Thixo wethu, usijongele phantsi isiphoso sethu,+ yaye usinikele kwabo babesindile njengaba+— Nehemiya 9:33 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 33 Kwaye wena ulilungisa+ ngokubhekisele kuko konke okusifikeleyo, kuba wena wenze ngokuthembeka,+ kodwa sithi abenze ngokungendawo.+ Daniyeli 9:5 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 5 sonile,+ senza ububi, senza ngokungendawo saza savukela;+ yaye siphambukile kwimiyalelo yakho nakwimimiselo yakho.+
13 Yaye emva kwako konke oku kusifikeleyo ngenxa yezenzo zethu ezibi+ nokuba netyala elikhulu kwethu—kuba wena,Thixo wethu, usijongele phantsi isiphoso sethu,+ yaye usinikele kwabo babesindile njengaba+—
33 Kwaye wena ulilungisa+ ngokubhekisele kuko konke okusifikeleyo, kuba wena wenze ngokuthembeka,+ kodwa sithi abenze ngokungendawo.+
5 sonile,+ senza ububi, senza ngokungendawo saza savukela;+ yaye siphambukile kwimiyalelo yakho nakwimimiselo yakho.+