Duteronomi 32:35 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 35 Yeyam impindezelo, nembuyekezo.+ Ngexesha elimisiweyo luya kutyibilika unyawo lwazo,+Ngokuba usondele umhla wentlekele yazo,+Iziganeko ezilungiselelwe zona ziza ngokungxama.’+ INdumiso 94:1 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 94 Owu Thixo wezenzo zempindezelo, Yehova,+Owu Thixo wezenzo zempindezelo, khawuqaqambe!+ Hebhere 10:30 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 30 Kuba siyamazi lowo wathi: “Impindezelo yeyam; kuya kubuyekeza mna”;+ nowathi kwakhona: “UYehova uya kubagweba abantu bakhe.”+
35 Yeyam impindezelo, nembuyekezo.+ Ngexesha elimisiweyo luya kutyibilika unyawo lwazo,+Ngokuba usondele umhla wentlekele yazo,+Iziganeko ezilungiselelwe zona ziza ngokungxama.’+
30 Kuba siyamazi lowo wathi: “Impindezelo yeyam; kuya kubuyekeza mna”;+ nowathi kwakhona: “UYehova uya kubagweba abantu bakhe.”+