Isaya 41:1 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 41 “Yithini cwaka phambi kwam, nina ziqithi;+ namaqela eentlanga+ mawafumane kwakhona amandla. Mawasondele.+ Ngelo xesha ke mawathethe. Masisondele sonke ekugwetyweni.+ Isaya 41:5 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 5 Iziqithi+ zabona zaza zaqalisa ukoyika.+ Zona kanye iziphelo zomhlaba zaqalisa ukungcangcazela. Zasondela yaye zaqhubeka zisiza.
41 “Yithini cwaka phambi kwam, nina ziqithi;+ namaqela eentlanga+ mawafumane kwakhona amandla. Mawasondele.+ Ngelo xesha ke mawathethe. Masisondele sonke ekugwetyweni.+
5 Iziqithi+ zabona zaza zaqalisa ukoyika.+ Zona kanye iziphelo zomhlaba zaqalisa ukungcangcazela. Zasondela yaye zaqhubeka zisiza.