INdumiso 22:26 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 26 Abalulamileyo baya kudla banele;+Abo bamfunayo baya kumdumisa uYehova.+Ngamana iintliziyo zenu zingaphila ngonaphakade.+ INdumiso 34:2 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 2 Uya kuqhayisa ngoYehova umphefumlo wam;+Abalulamileyo baya kuva babe nemihlali.+ Mateyu 11:5 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 5 Iimfama ziyabona kwakhona,+ neziqhwala+ ziyahambahamba, abaneqhenqa+ bayahlanjululwa nezithulu+ ziyeva, nabafileyo+ bayavuswa, nabangamahlwempu kuvakaliswa iindaba ezilungileyo+ kubo;
26 Abalulamileyo baya kudla banele;+Abo bamfunayo baya kumdumisa uYehova.+Ngamana iintliziyo zenu zingaphila ngonaphakade.+
5 Iimfama ziyabona kwakhona,+ neziqhwala+ ziyahambahamba, abaneqhenqa+ bayahlanjululwa nezithulu+ ziyeva, nabafileyo+ bayavuswa, nabangamahlwempu kuvakaliswa iindaba ezilungileyo+ kubo;