IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • Isaya 44:26
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 26 Lowo wenza ilizwi lomkhonzi wakhe libe yinyaniso, naLowo uphumeza ngokupheleleyo icebo labathunywa bakhe;+ Lowo uthi ngeYerusalem, ‘Iya kumiwa,’+ nothi ngezixeko zakwaYuda, ‘Ziya kubuya zakhiwe,+ neendawo zakhe eziphanzileyo ndiya kuzivusa’;+

  • Isaya 58:12
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 12 Yaye ngokuphuma kuwe abanye ngokuqinisekileyo baya kuzakha iindawo ebeziphanzile ixesha elide;+ uya kuvusa kwaneziseko zezizukulwana eziqhubekayo.+ Kwaye okunene uya kubizwa ngokuba uyingcibi yamathuba,+ umhlaziyi weendlela ekuhlalwa ngakuzo.

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share