IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • Mateyu 24:45
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 45 “Ngubani ngokwenene olikhoboka elithembekileyo neliyingqondi+ ethe inkosi yalo yalimisela phezu kwempahla yendlu yayo, ukuze liyinike ukutya kwayo ngexesha elifanelekileyo?+

  • IZenzo 13:2
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 2 Njengoko babelungiselela esidlangalaleni+ kuYehova yaye bezila ukutya, umoya oyingcwele wathi: “Kubo bonke abantu ndibekeleni uBharnabhas noSawule+ bucala ngenxa yomsebenzi endibabizele wona.”

  • Hebhere 10:11
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 11 Kanjalo, wonke umbingeleli usuka eme+ imihla ngemihla+ ukuze anikele inkonzo kawonke-wonke nokuze anikele imibingelelo efanayo ngokufuthi, njengoko yona ingakwazi nangaliphi na ixesha ukususa izono ngokupheleleyo.+

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share