INdumiso 48:2 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 2 Intle ukuphakama kwayo, ugcoba ngayo wonke umhlaba,+INtaba yeZiyon kumacala athe qelele asentla,+Idolophu yoKumkani Ozukileyo.+ INdumiso 50:2 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 2 EseZiyon, ubuhle obugqibeleleyo,+ uThixo uqaqambile.+ Zekariya 9:16 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 16 “Ngokuqinisekileyo uYehova uThixo wabo uya kubasindisa+ ngaloo mini njengomhlambi wabantu bakhe;+ kuba baya kuba njengamatye esithsaba amenyezelayo phezu komhlaba wakhe.+ 1 Tesalonika 2:19 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 19 Kuba liyintoni na ithemba lethu novuyo lwethu nesithsaba+ sokugcoba kwethu phambi kweNkosi yethu uYesu ebudeni bobukho bayo?+ Asinini yini na?
2 Intle ukuphakama kwayo, ugcoba ngayo wonke umhlaba,+INtaba yeZiyon kumacala athe qelele asentla,+Idolophu yoKumkani Ozukileyo.+
16 “Ngokuqinisekileyo uYehova uThixo wabo uya kubasindisa+ ngaloo mini njengomhlambi wabantu bakhe;+ kuba baya kuba njengamatye esithsaba amenyezelayo phezu komhlaba wakhe.+
19 Kuba liyintoni na ithemba lethu novuyo lwethu nesithsaba+ sokugcoba kwethu phambi kweNkosi yethu uYesu ebudeni bobukho bayo?+ Asinini yini na?