Eksodus 19:11 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 11 Bamele babe sebelungile ngomhla wesithathu, kuba ngomhla wesithathu uYehova uya kwehlela phezu kweNtaba yeSinayi phambi kwamehlo abantu bonke.+ Mika 1:3 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 3 Kuba, khangela! uYehova uyaphuma endaweni yakhe,+ yaye ngokuqinisekileyo uya kuhla aze anyathele kwiindawo eziphakamileyo zomhlaba.+
11 Bamele babe sebelungile ngomhla wesithathu, kuba ngomhla wesithathu uYehova uya kwehlela phezu kweNtaba yeSinayi phambi kwamehlo abantu bonke.+
3 Kuba, khangela! uYehova uyaphuma endaweni yakhe,+ yaye ngokuqinisekileyo uya kuhla aze anyathele kwiindawo eziphakamileyo zomhlaba.+