INdumiso 18:7 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 7 Yaye umhlaba waqalisa ukugungqa nokunyikima,+Neziseko zeentaba zaphazamiseka,+Zaqhubeka zihexa ngenxa yokuba wayecaphukile.+ INdumiso 68:8 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 8 Umhlaba wanyikima,+Kwanamazulu avuza ngenxa kaThixo;+ISinayi le yanyikima ngenxa kaThixo,+ uTHIXO kaSirayeli.+
7 Yaye umhlaba waqalisa ukugungqa nokunyikima,+Neziseko zeentaba zaphazamiseka,+Zaqhubeka zihexa ngenxa yokuba wayecaphukile.+
8 Umhlaba wanyikima,+Kwanamazulu avuza ngenxa kaThixo;+ISinayi le yanyikima ngenxa kaThixo,+ uTHIXO kaSirayeli.+