Isaya 3:6 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 6 Kuba ngamnye uya kubamba umntakwabo endlwini kayise, esithi: “Unengubo yokwaleka. Ufanele ube nguzwilakhe+ kuthi, nale ndimbane ibhukuqiweyo ifanele ibe phantsi kwesandla sakho.”
6 Kuba ngamnye uya kubamba umntakwabo endlwini kayise, esithi: “Unengubo yokwaleka. Ufanele ube nguzwilakhe+ kuthi, nale ndimbane ibhukuqiweyo ifanele ibe phantsi kwesandla sakho.”