INdumiso 90:6 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 6 Kusasa iyatyatyamba yaye imele itshintshe;+Ngokuhlwa iyabuna ize ngokuqinisekileyo yome.+ Yakobi 1:10 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 10 nalowo usisityebi+ ngenxa yokuthotywa kwakhe, ngenxa yokuba uya kuthi shwaka njengentyatyambo yotyani.+
10 nalowo usisityebi+ ngenxa yokuthotywa kwakhe, ngenxa yokuba uya kuthi shwaka njengentyatyambo yotyani.+