INdumiso 14:4 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 4 Ngaba akukho namnye kwabo baqhelisela okwenzakalisayo onolwazi,+Badla abantu bam njengoko besidla isonka?+Abambizanga noYehova.+ Hoseya 7:7 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 7 Bashushu, bonke, njengeziko, yaye bayabaqwenga abagwebi babo. Ookumkani babo bonke bawile;+ akakho namnye kubo omemezayo kum.+
4 Ngaba akukho namnye kwabo baqhelisela okwenzakalisayo onolwazi,+Badla abantu bam njengoko besidla isonka?+Abambizanga noYehova.+
7 Bashushu, bonke, njengeziko, yaye bayabaqwenga abagwebi babo. Ookumkani babo bonke bawile;+ akakho namnye kubo omemezayo kum.+