Isaya 63:16 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 16 Kuba wena unguBawo;+ nangona esenokuba uAbraham akasazanga noSirayeli akasiqondanga, wena, Yehova, unguBawo. Igama lakho unguMhlawuleli wethu wakudala.+
16 Kuba wena unguBawo;+ nangona esenokuba uAbraham akasazanga noSirayeli akasiqondanga, wena, Yehova, unguBawo. Igama lakho unguMhlawuleli wethu wakudala.+