Yobhi 10:9 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 9 Khawuncede, ukhumbule ukuba undenze ngodongwe+Yaye uya kundibuyisela eluthulini.+ Isaya 29:16 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 16 Ubugwenxa benu! Ufanele agqalwe njengodongwe na umbumbi?+ Kuba into eyenziweyo ifanele itsho na kumenzi wayo ukuthi: “Akandenzanga”?+ Yaye ngaba yona kanye into eyiliweyo ingatsho na ngomyili wayo ukuthi: “Akabonakalisanga kuqonda”?+ Yeremiya 18:6 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 6 “‘Andikwazi na ukwenza kanye njengalo mbumbi kuni, ndlu kaSirayeli?’ utsho uYehova. ‘Khangela! Njengodongwe esandleni sombumbi, ninjalo esandleni sam, ndlu kaSirayeli.+
16 Ubugwenxa benu! Ufanele agqalwe njengodongwe na umbumbi?+ Kuba into eyenziweyo ifanele itsho na kumenzi wayo ukuthi: “Akandenzanga”?+ Yaye ngaba yona kanye into eyiliweyo ingatsho na ngomyili wayo ukuthi: “Akabonakalisanga kuqonda”?+
6 “‘Andikwazi na ukwenza kanye njengalo mbumbi kuni, ndlu kaSirayeli?’ utsho uYehova. ‘Khangela! Njengodongwe esandleni sombumbi, ninjalo esandleni sam, ndlu kaSirayeli.+