IZililo 1:10 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 10 Utshaba lolulele isandla salo kuzo zonke izinto zayo ezinqwenelekayo.+Kuba izibonile iintlanga ezingene engcweleni yayo,+Owawuyalele ukuba zingangeni ebandleni lakho.
10 Utshaba lolulele isandla salo kuzo zonke izinto zayo ezinqwenelekayo.+Kuba izibonile iintlanga ezingene engcweleni yayo,+Owawuyalele ukuba zingangeni ebandleni lakho.