Levitikus 17:5 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 5 ukuze oonyana bakaSirayeli bayizise imibingelelo yabo, abayibingelelayo endle,+ bayizise kuYehova, bayinike umbingeleli emnyangweni wentente yokuhlangana,+ ibe yimibingelelo yobudlelane kuYehova.+ Isaya 1:29 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 29 Kuba baya kuba neentloni ngemithi emikhulu kakhulu leyo nayinqwenelayo,+ yaye niya kudana ngenxa yemiyezo eniyinyulileyo.+ Isaya 66:17 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 17 Abo bazingcwalisayo baze bazihlambululele imiyezo+ emva kwalowo usesazulwini, besidla inyama yehagu+ nento elizothe, kwanempuku etsibayo,+ xa bebonke baya kufikelela esiphelweni sabo,” utsho uYehova.
5 ukuze oonyana bakaSirayeli bayizise imibingelelo yabo, abayibingelelayo endle,+ bayizise kuYehova, bayinike umbingeleli emnyangweni wentente yokuhlangana,+ ibe yimibingelelo yobudlelane kuYehova.+
29 Kuba baya kuba neentloni ngemithi emikhulu kakhulu leyo nayinqwenelayo,+ yaye niya kudana ngenxa yemiyezo eniyinyulileyo.+
17 Abo bazingcwalisayo baze bazihlambululele imiyezo+ emva kwalowo usesazulwini, besidla inyama yehagu+ nento elizothe, kwanempuku etsibayo,+ xa bebonke baya kufikelela esiphelweni sabo,” utsho uYehova.