IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • Luka 18:9
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 9 Ke kaloku wathetha lo mzekeliso kwanakwabathile ababezithemba ukuba bangamalungisa+ nababebagqala abanye njengabangento:+

  • Luka 18:11
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 11 UmFarisi wema+ waza waqalisa ukuthandaza+ ezi zinto kuye ngokwakhe esithi, ‘Owu Thixo, ndiyabulela kuwe kuba ndingekho njengabanye abantu, abaphangi, abangemalungisa, abakrexezi, okanye kwanalo mqokeleli werhafu.+

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share