INdumiso 56:8 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 8 Ukubhaca kwam wena ukuxelile.+Iinyembezi zam zifake kwintsuba yakho.+Ngaba azikho encwadini yakho?+ Malaki 3:16 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 16 Ngelo xesha abo bamoyikayo uYehova+ bathetha omnye komnye, ngamnye neqabane lakhe, yaye uYehova wanikela ingqalelo ephulaphule.+ Kwaye incwadi yokukhumbuza yabhalwa phambi kwakhe+ ngenxa yabo bamoyikayo uYehova nangenxa yabo bacinga ngegama lakhe.+
8 Ukubhaca kwam wena ukuxelile.+Iinyembezi zam zifake kwintsuba yakho.+Ngaba azikho encwadini yakho?+
16 Ngelo xesha abo bamoyikayo uYehova+ bathetha omnye komnye, ngamnye neqabane lakhe, yaye uYehova wanikela ingqalelo ephulaphule.+ Kwaye incwadi yokukhumbuza yabhalwa phambi kwakhe+ ngenxa yabo bamoyikayo uYehova nangenxa yabo bacinga ngegama lakhe.+