ABagwebi 9:13 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 13 Waza umdiliya wathi kuyo, ‘Ndiyiyeke na iwayini yam entsha eyenza uThixo nabantu babe nemihlali,+ ndize ndiye kujinga phezu kwemithi?’
13 Waza umdiliya wathi kuyo, ‘Ndiyiyeke na iwayini yam entsha eyenza uThixo nabantu babe nemihlali,+ ndize ndiye kujinga phezu kwemithi?’