Zefaniya 3:20 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 20 Ngelo xesha ndiya kunizisa, kanye ngexesha lokuniqokelela kwam ndawonye. Kuba ndiya kunenza nibe ligama nendumiso phakathi kwezizwana zonke zomhlaba, ekubabuyiseni kwam abathinjiweyo benu phambi kwamehlo enu,” utsho uYehova.+
20 Ngelo xesha ndiya kunizisa, kanye ngexesha lokuniqokelela kwam ndawonye. Kuba ndiya kunenza nibe ligama nendumiso phakathi kwezizwana zonke zomhlaba, ekubabuyiseni kwam abathinjiweyo benu phambi kwamehlo enu,” utsho uYehova.+