2 Kronike 36:16 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 16 Kodwa baqhubeka bebagculela+ abathunywa bakaTHIXO oyinyaniso bewadelela amazwi akhe+ bebenza intlekisa+ abaprofeti bakhe, de wafika umsindo+ kaYehova nxamnye nabantu bakhe, kwada akwabakho kuphiliswa.+ Yeremiya 7:13 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 13 Ke kaloku ngenxa yokuba niqhubeka nisenza yonke le misebenzi,’ utsho uYehova, ‘yaye ndimana ndithetha kuni,+ ndivuka ekuseni ndize ndithethe, kodwa anaphulaphula,+ kwaye ndahlala ndibiza kuni, kodwa anaphendula,+ Zekariya 7:11 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 11 Kodwa babesala ukunikela ingqalelo,+ baba neenkani,+ neendlebe zabo bazenza zathi nkqi azeva.+ Mateyu 22:3 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 3 Wathumela amakhoboka akhe ukuba abize abo bamenyiweyo kwitheko lomtshato,+ kodwa abavumanga ukuza.+
16 Kodwa baqhubeka bebagculela+ abathunywa bakaTHIXO oyinyaniso bewadelela amazwi akhe+ bebenza intlekisa+ abaprofeti bakhe, de wafika umsindo+ kaYehova nxamnye nabantu bakhe, kwada akwabakho kuphiliswa.+
13 Ke kaloku ngenxa yokuba niqhubeka nisenza yonke le misebenzi,’ utsho uYehova, ‘yaye ndimana ndithetha kuni,+ ndivuka ekuseni ndize ndithethe, kodwa anaphulaphula,+ kwaye ndahlala ndibiza kuni, kodwa anaphendula,+
3 Wathumela amakhoboka akhe ukuba abize abo bamenyiweyo kwitheko lomtshato,+ kodwa abavumanga ukuza.+