ISityhilelo 21:4 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 4 Uya kuzisula zonke iinyembezi+ emehlweni abo, kungabi sabakho kufa,+ kungabi sabakho kuzila nakukhala nantlungu kwakhona.+ Izinto zangaphambili zidlule.”+
4 Uya kuzisula zonke iinyembezi+ emehlweni abo, kungabi sabakho kufa,+ kungabi sabakho kuzila nakukhala nantlungu kwakhona.+ Izinto zangaphambili zidlule.”+