Genesis 13:13 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 13 Ke kaloku abantu baseSodom babengabenzi bobubi yaye babengaboni abakhulu kuYehova.+ Duteronomi 32:32 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 32 Kuba umdiliya wazo ngowomdiliya waseSodomYaye ngowamasimi aseGomora.+Iidiliya zazo ziidiliya zetyhefu,Izihloko zazo ziyakrakra.+ Isaya 3:9 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 9 Yona kanye imbonakalo yobuso babo okunene iyangqina nxamnye nabo,+ bayasixela isono sabo njengeso seSodom.+ Abasifihlanga. Yeha ke umphefumlo wabo! Kuba bazabele intlekele bona ngokwabo.+ IZililo 4:6 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 6 Isohlwayo sesiphoso sentombi yabantu bakowethu sibe sikhulu ngakumbi kunesohlwayo sesono seSodom,+Yona yabhukuqwa ngephanyazo, nekungekho zandla zayincedayo.+ Yuda 7 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 7 Kananjalo iSodom neGomora nezixeko ezazingakuzo,+ emva kokuba nazo ngohlobo olufanayo nabangaphambili zahenyuza ngokugqithiseleyo zaza zalandela inyama ngokuchasene nemvelo,+ zibekwe phambi kwethu njengomzekelo+ osisilumkiso ngokuva isohlwayo sesigwebo somlilo ongunaphakade.+
32 Kuba umdiliya wazo ngowomdiliya waseSodomYaye ngowamasimi aseGomora.+Iidiliya zazo ziidiliya zetyhefu,Izihloko zazo ziyakrakra.+
9 Yona kanye imbonakalo yobuso babo okunene iyangqina nxamnye nabo,+ bayasixela isono sabo njengeso seSodom.+ Abasifihlanga. Yeha ke umphefumlo wabo! Kuba bazabele intlekele bona ngokwabo.+
6 Isohlwayo sesiphoso sentombi yabantu bakowethu sibe sikhulu ngakumbi kunesohlwayo sesono seSodom,+Yona yabhukuqwa ngephanyazo, nekungekho zandla zayincedayo.+
7 Kananjalo iSodom neGomora nezixeko ezazingakuzo,+ emva kokuba nazo ngohlobo olufanayo nabangaphambili zahenyuza ngokugqithiseleyo zaza zalandela inyama ngokuchasene nemvelo,+ zibekwe phambi kwethu njengomzekelo+ osisilumkiso ngokuva isohlwayo sesigwebo somlilo ongunaphakade.+