INdumiso 91:15 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 15 Uya kubiza kum, yaye ndiya kumphendula.+Ndiya kuba naye ekubandezelekeni.+Ndiya kumhlangula ndize ndimzukise.+
15 Uya kubiza kum, yaye ndiya kumphendula.+Ndiya kuba naye ekubandezelekeni.+Ndiya kumhlangula ndize ndimzukise.+