Duteronomi 28:15 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 15 “Ke kothi ukuba uthe akwaliphulaphula ilizwi likaYehova uThixo wakho ukuba ukunyamekele ukuyenza yonke imiyalelo yakhe nemimiselo yakhe endikuyalela yona namhlanje, zize phezu kwakho ezi ziqalekiso zonke zikufumane:+ IMizekeliso 1:31 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 31 Ngoko baya kudla isiqhamo seendlela zabo,+ yaye baya kuhlutha ngamacebo abo.+ 2 Tesalonika 2:11 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 11 Ngoko ke uThixo ubayekele ekulahlekisweni nasekukholelweni ubuxoki,+
15 “Ke kothi ukuba uthe akwaliphulaphula ilizwi likaYehova uThixo wakho ukuba ukunyamekele ukuyenza yonke imiyalelo yakhe nemimiselo yakhe endikuyalela yona namhlanje, zize phezu kwakho ezi ziqalekiso zonke zikufumane:+